Duteronomi 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 yaye uze ungawaphakamiseli emazulwini amehlo akho, ubone ilanga nenyanga neenkwenkwezi, wonke umkhosi wasemazulwini, ulukuhlwe uze uqubude kuwo, uwukhonze,+ wona lowo uYehova uThixo wakho awabele izizwana zonke phantsi kwamazulu ephela.+ Duteronomi 31:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kuba ndazi kakuhle ukuba emva kokufa kwam niya kuzonakalisa ngenene,+ niphambuke ngokuqinisekileyo endleleni endiniyalele ngayo; nize ke eneneni nehlelwe yintlekele+ ekupheleni kwemihla, ngokuba niya kwenza ububi emehlweni kaYehova ukuba nimcaphukise ngemisebenzi yezandla zenu.”+ INdumiso 96:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+
19 yaye uze ungawaphakamiseli emazulwini amehlo akho, ubone ilanga nenyanga neenkwenkwezi, wonke umkhosi wasemazulwini, ulukuhlwe uze uqubude kuwo, uwukhonze,+ wona lowo uYehova uThixo wakho awabele izizwana zonke phantsi kwamazulu ephela.+
29 Kuba ndazi kakuhle ukuba emva kokufa kwam niya kuzonakalisa ngenene,+ niphambuke ngokuqinisekileyo endleleni endiniyalele ngayo; nize ke eneneni nehlelwe yintlekele+ ekupheleni kwemihla, ngokuba niya kwenza ububi emehlweni kaYehova ukuba nimcaphukise ngemisebenzi yezandla zenu.”+
5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+