IMizekeliso 19:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umsindo wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci,+ kodwa inkoliseko yakhe injengombethe phezu kotyani.+ Hoseya 14:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndiya kufana nombethe kuSirayeli.+ Uya kutyatyamba njengenyibiba, yaye endelisele iingcambu zakhe njengeLebhanon.
12 Umsindo wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci,+ kodwa inkoliseko yakhe injengombethe phezu kotyani.+
5 Ndiya kufana nombethe kuSirayeli.+ Uya kutyatyamba njengenyibiba, yaye endelisele iingcambu zakhe njengeLebhanon.