2 Kronike 24:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba unenani elincinane lamadoda umkhosi wamaSiriya wangenela,+ yaye uYehova ngokwakhe wanikela esandleni sawo umkhosi wamajoni omninzi kakhulu,+ ngenxa yokuba babemshiyile uYehova uTHIXO wookhokho babo; waphumeza izenzo zomgwebo kuYehowashe.+ Isaya 30:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iwaka liya kungcangcazela ngenxa yokhalimelo lwalowo umnye;+ ngenxa yokhalimelo lwabahlanu niya kusaba nide nisale ninjengemasti encotsheni yentaba nanjengomqondiso endulini.+
24 Kuba unenani elincinane lamadoda umkhosi wamaSiriya wangenela,+ yaye uYehova ngokwakhe wanikela esandleni sawo umkhosi wamajoni omninzi kakhulu,+ ngenxa yokuba babemshiyile uYehova uTHIXO wookhokho babo; waphumeza izenzo zomgwebo kuYehowashe.+
17 Iwaka liya kungcangcazela ngenxa yokhalimelo lwalowo umnye;+ ngenxa yokhalimelo lwabahlanu niya kusaba nide nisale ninjengemasti encotsheni yentaba nanjengomqondiso endulini.+