Eksodus 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.” INdumiso 50:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Hlanganisela kum abanyanisekileyo bam,+Abo benza umnqophiso wam ngombingelelo.”+
6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.”