Genesis 49:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Rubhen, ulizibulo lam wena,+ ungamandla am nesiqalo samandla am okuvelisa inzala,+ uyimbalasane yesidima sam, nembalasane yamandla am. Yoshuwa 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngelo xesha uYoshuwa wabiza amaRubhen namaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase+ 1 Kronike 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bona oonyana bakaRubhen+ izibulo likaSirayeli—kuba yayinguye izibulo;+ kodwa ngenxa yokuhlambela kwakhe isingqengqelo sikayise+ ilungelo lakhe lobuzibulo lanikwa oonyana bakaYosefu+ unyana kaSirayeli, ngoko akazange abhaliswe kumlibo wokuzalwa njengezibulo.
3 “Rubhen, ulizibulo lam wena,+ ungamandla am nesiqalo samandla am okuvelisa inzala,+ uyimbalasane yesidima sam, nembalasane yamandla am.
5 Bona oonyana bakaRubhen+ izibulo likaSirayeli—kuba yayinguye izibulo;+ kodwa ngenxa yokuhlambela kwakhe isingqengqelo sikayise+ ilungelo lakhe lobuzibulo lanikwa oonyana bakaYosefu+ unyana kaSirayeli, ngoko akazange abhaliswe kumlibo wokuzalwa njengezibulo.