Numeri 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kamva wathi uYehova kuMoses nakuAron: “Ngenxa yokuba ningabonisanga lukholo kum ukuba nindingcwalise+ emehlweni oonyana bakaSirayeli, ngoko aniyi kulingenisa eli bandla ezweni endibanika lona.”+ Duteronomi 32:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Ngokuba uya kulibonela mgama ilizwe elo, kodwa akuyi kungena kulo ilizwe endilinika oonyana bakaSirayeli.”+
12 Kamva wathi uYehova kuMoses nakuAron: “Ngenxa yokuba ningabonisanga lukholo kum ukuba nindingcwalise+ emehlweni oonyana bakaSirayeli, ngoko aniyi kulingenisa eli bandla ezweni endibanika lona.”+
52 Ngokuba uya kulibonela mgama ilizwe elo, kodwa akuyi kungena kulo ilizwe endilinika oonyana bakaSirayeli.”+