1 Kumkani 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Yaye babeqhubeka besiza bevela kuzo zonke izizwana beze kuva ubulumko bukaSolomon,+ kwanakubo bonke ookumkani bomhlaba ababevile ngobulumko bakhe.+ 1 Kumkani 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye andizange ndikholwe kula mazwi de ndeza amehlo am abona; kwaye, khangela! andixelelwanga nesiqingatha esi.+ Ugqwesile ngobulumko nempumelelo kwizinto eziviweyo endiye ndaziphulaphula.+ Daniyeli 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Nangayo yonke imibandela yobulumko nokuqonda+ awababuza yona ukumkani, wafumanisa ukuba babebodlula izihlandlo ezilishumi bonke ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi+ ababekuwo wonke ummandla wakhe wasebukhosini.
34 Yaye babeqhubeka besiza bevela kuzo zonke izizwana beze kuva ubulumko bukaSolomon,+ kwanakubo bonke ookumkani bomhlaba ababevile ngobulumko bakhe.+
7 Yaye andizange ndikholwe kula mazwi de ndeza amehlo am abona; kwaye, khangela! andixelelwanga nesiqingatha esi.+ Ugqwesile ngobulumko nempumelelo kwizinto eziviweyo endiye ndaziphulaphula.+
20 Nangayo yonke imibandela yobulumko nokuqonda+ awababuza yona ukumkani, wafumanisa ukuba babebodlula izihlandlo ezilishumi bonke ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi+ ababekuwo wonke ummandla wakhe wasebukhosini.