Eksodus 19:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wathi uYehova kuMoses: “Yabona! Ndiza kuwe ndisefini elimnyama,+ ukuze beve abantu ekuthetheni kwam nawe,+ baze bakholwe nakuwe kuse kwixesha elingenammiselo.”+ Wawaxela ke uMoses amazwi abantu kuYehova. Hebhere 12:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Lumkani ningazilanduleli kulowo uthethayo.+ Kuba ukuba abazange basinde abo bazilandulelayo kulowo wayenika isilumkiso sobuthixo emhlabeni,+ asisayi kuba nako ngokugqithiseleyo ke thina ukuba siyakhwebuka kulowo uthetha esemazulwini.+
9 Wathi uYehova kuMoses: “Yabona! Ndiza kuwe ndisefini elimnyama,+ ukuze beve abantu ekuthetheni kwam nawe,+ baze bakholwe nakuwe kuse kwixesha elingenammiselo.”+ Wawaxela ke uMoses amazwi abantu kuYehova.
25 Lumkani ningazilanduleli kulowo uthethayo.+ Kuba ukuba abazange basinde abo bazilandulelayo kulowo wayenika isilumkiso sobuthixo emhlabeni,+ asisayi kuba nako ngokugqithiseleyo ke thina ukuba siyakhwebuka kulowo uthetha esemazulwini.+