IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 19:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wathi uYehova kuMoses: “Yabona! Ndiza kuwe ndisefini elimnyama,+ ukuze beve abantu ekuthetheni kwam nawe,+ baze bakholwe nakuwe kuse kwixesha elingenammiselo.”+ Wawaxela ke uMoses amazwi abantu kuYehova.

  • Eksodus 19:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yonke iNtaba yeSinayi yaqhuma,+ kuba uYehova wehlela phezu kwayo esemlilweni;+ yaye umsi wayo wanyuka njengomsi weziko,+ yanyikima kakhulu intaba iphela.+

  • Duteronomi 4:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Wathetha uYehova kuni ephakathi komlilo.+ Neva isandi samazwi, kodwa anabona mbonakalo+—yaba lilizwi lodwa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share