IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 24:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Wathi uYehova kuMoses: “Nyuka uze kum entabeni, uhlale khona, ndothi ke ndikunike amacwecwe amatye nomthetho kwanomyalelo endowubhalela ukuze bafundiswe ngayo.”+

  • Eksodus 31:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Akugqiba ukuthetha naye eNtabeni yeSinayi wamnika uMoses amacwecwe amabini eSingqino,+ amacwecwe amatye ebhalwe ngomnwe kaThixo.+

  • Duteronomi 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wanixelela umnqophiso wakhe,+ awaniyalela ukuba niwenze—aMazwi Alishumi,+ waza emva koko wawabhala emacwecweni amabini amatye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share