Numeri 33:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Yaye nimele nibagxothe bonke abemi belo lizwe phambi kwenu nize niyitshabalalise yonke imifanekiso yabo yamatye,+ nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo+ niyitshabalalise, nazo zonke iindawo zabo eziphakamileyo ezingcwele nize nizitshabalalise.+ IZenzo 13:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Emva kokutshabalalisa iintlanga ezisixhenxe kwilizwe lakwaKanan, wababela ilizwe lazo ngeqashiso:+
52 Yaye nimele nibagxothe bonke abemi belo lizwe phambi kwenu nize niyitshabalalise yonke imifanekiso yabo yamatye,+ nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo+ niyitshabalalise, nazo zonke iindawo zabo eziphakamileyo ezingcwele nize nizitshabalalise.+
19 Emva kokutshabalalisa iintlanga ezisixhenxe kwilizwe lakwaKanan, wababela ilizwe lazo ngeqashiso:+