IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 32:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UMoses wambongoza uYehova uThixo wakhe,+ wathi: “Yini na, Yehova, ukuba uvuthe umsindo wakho+ kubantu bakho obakhuphileyo ezweni laseYiputa ngamandla amakhulu nangesandla esomeleleyo?

  • Eksodus 32:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wazisola ke uYehova ngobubi awayethe uya kubenza ebantwini bakhe.+

  • Duteronomi 10:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ndema ke mna entabeni njengemihla yokuqala, iimini ezimashumi mane nobusuku obumashumi mane,+ wandiphulaphula uYehova nangeso sihlandlo.+ UYehova akafunanga ukunonakalisa.+

  • INdumiso 106:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Wayesele eza kuthi mababhujiswe,+

      Ukuba kwakungekho ngenxa kaMoses onyuliweyo wakhe,

      Owema ethubeni phambi kwakhe,+

      Ukuze ubuye umsindo wakhe, angabonakalisi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share