Numeri 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waqhubeka wathi uYehova kuAron: “Ezweni labo akuyi kuba nalifa, yaye akuyi kuba nasabelo phakathi kwabo.+ Ndim isabelo sakho nelifa lakho phakathi koonyana bakaSirayeli.+
20 Waqhubeka wathi uYehova kuAron: “Ezweni labo akuyi kuba nalifa, yaye akuyi kuba nasabelo phakathi kwabo.+ Ndim isabelo sakho nelifa lakho phakathi koonyana bakaSirayeli.+