Levitikus 17:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 aze angayizisi emnyangweni wentente yokuhlangana+ ukuba isondezwe ibe ngumnikelo kuYehova phambi komnquba kaYehova, woba netyala legazi loo mntu. Uye waphalaza igazi, yaye umele anqunyulwe loo mntu phakathi kwabantu bakowabo,+ 1 Kumkani 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+
4 aze angayizisi emnyangweni wentente yokuhlangana+ ukuba isondezwe ibe ngumnikelo kuYehova phambi komnquba kaYehova, woba netyala legazi loo mntu. Uye waphalaza igazi, yaye umele anqunyulwe loo mntu phakathi kwabantu bakowabo,+
28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+