Marko 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba kuya kuvela+ ooKristu bobuxoki nabaprofeti bobuxoki yaye baya kunikela imiqondiso nemimangaliso+ ukuze balahlekise, ukuba kunokwenzeka, abo banyuliweyo.+ 2 Tesalonika 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Sekude kubekho umchasi-mthetho nje kungenxa yemisebenzi+ yamandla kaSathana nemiqondiso yobuxoki nemihlola+
22 Kuba kuya kuvela+ ooKristu bobuxoki nabaprofeti bobuxoki yaye baya kunikela imiqondiso nemimangaliso+ ukuze balahlekise, ukuba kunokwenzeka, abo banyuliweyo.+
9 Sekude kubekho umchasi-mthetho nje kungenxa yemisebenzi+ yamandla kaSathana nemiqondiso yobuxoki nemihlola+