Duteronomi 28:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYehova wokwenza ube yintloko ungabi ngumsila; yaye uya kuba phezulu kuphela,+ ungabi phantsi, xa uthe wayithobela imiyalelo+ kaYehova uThixo wakho, endikuyalelayo namhlanje ukuba uyigcine, uyenze. 1 Kumkani 4:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba wayenobukhosi kuyo yonke into eyayinganeno koMlambo+, ukusuka eTifesa ukuya eGaza,+ kwanakubo bonke ookumkani ababenganeno koMlambo;+ kwaye waba noxolo+ kuyo yonke imimandla yakhe, macala onke.
13 UYehova wokwenza ube yintloko ungabi ngumsila; yaye uya kuba phezulu kuphela,+ ungabi phantsi, xa uthe wayithobela imiyalelo+ kaYehova uThixo wakho, endikuyalelayo namhlanje ukuba uyigcine, uyenze.
24 Kuba wayenobukhosi kuyo yonke into eyayinganeno koMlambo+, ukusuka eTifesa ukuya eGaza,+ kwanakubo bonke ookumkani ababenganeno koMlambo;+ kwaye waba noxolo+ kuyo yonke imimandla yakhe, macala onke.