Yoshuwa 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaba ngoko awathi uYoshuwa wathetha kuYehova ngemini uYehova awawanikela ngayo ama-Amori koonyana bakaSirayeli, kwaye wathi emehlweni kaSirayeli:“Langa,+ nqumama eGibheyon,+Nawe, nyanga, kwintili yaseAyalon.”+ Yoshuwa 19:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 naseShahalabhin+ naseAyalon+ naseItela, ABagwebi 1:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ngoko ama-Amori azingisa ukuhlala kwiNtaba yeHeres naseAyalon+ naseShahalebhim.+ Kodwa isandla sendlu kaYosefu saba nzima kangangokude anyanzelelwe ukusebenza nzima.+ 1 Kronike 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 noBheriya noShema. Abo babeziintloko zezindlu zookhokho, kubemi baseAyalon.+ Aba ngabo bagxotha abemi baseGati. 2 Kronike 28:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke wona amaFilisti,+ ahlasela isixeko saseShefela+ nesaseNegebhi+ zakwaYuda aza athimba iBhete-shemeshe+ neAyalon+ neGederoti+ neSoko+ needolophu eziphantsi kwayo neTimna+ needolophu eziphantsi kwayo neGimzo needolophu eziphantsi kwayo; yaye ahlala khona.
12 Kwaba ngoko awathi uYoshuwa wathetha kuYehova ngemini uYehova awawanikela ngayo ama-Amori koonyana bakaSirayeli, kwaye wathi emehlweni kaSirayeli:“Langa,+ nqumama eGibheyon,+Nawe, nyanga, kwintili yaseAyalon.”+
35 Ngoko ama-Amori azingisa ukuhlala kwiNtaba yeHeres naseAyalon+ naseShahalebhim.+ Kodwa isandla sendlu kaYosefu saba nzima kangangokude anyanzelelwe ukusebenza nzima.+
13 noBheriya noShema. Abo babeziintloko zezindlu zookhokho, kubemi baseAyalon.+ Aba ngabo bagxotha abemi baseGati.
18 Ke wona amaFilisti,+ ahlasela isixeko saseShefela+ nesaseNegebhi+ zakwaYuda aza athimba iBhete-shemeshe+ neAyalon+ neGederoti+ neSoko+ needolophu eziphantsi kwayo neTimna+ needolophu eziphantsi kwayo neGimzo needolophu eziphantsi kwayo; yaye ahlala khona.