Numeri 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngabo aba ababizwayo kuyo indibano, izikhulu+ zezizwe zooyise. Bona baziintloko zamawaka akwaSirayeli.”+ Duteronomi 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Zikhetheleni amadoda azizilumko naziingqondi+ nanamava+ kwizizwe zenu, ukuze ndiwamise abe ziintloko zenu.’+ Yoshuwa 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Oku koko oonyana bakaSirayeli bakuthabatha njengelifa kwilizwe laseKanan,+ oko uEleyazare umbingeleli noYoshuwa unyana kaNun neentloko zooyise bezizwe zoonyana bakaSirayeli zabanika kona njelifa.+ Yoshuwa 22:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Oonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase baphendula+ baza bathetha neentloko zamawaka kaSirayeli bathi:+
16 Ngabo aba ababizwayo kuyo indibano, izikhulu+ zezizwe zooyise. Bona baziintloko zamawaka akwaSirayeli.”+
13 Zikhetheleni amadoda azizilumko naziingqondi+ nanamava+ kwizizwe zenu, ukuze ndiwamise abe ziintloko zenu.’+
14 Oku koko oonyana bakaSirayeli bakuthabatha njengelifa kwilizwe laseKanan,+ oko uEleyazare umbingeleli noYoshuwa unyana kaNun neentloko zooyise bezizwe zoonyana bakaSirayeli zabanika kona njelifa.+
21 Oonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase baphendula+ baza bathetha neentloko zamawaka kaSirayeli bathi:+