- 
	                        
            
            Ezra 8:22INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        22 Kuba ndaziva ndineentloni ukucela umkhosi wamajoni+ nabakhweli-mahashe+ kukumkani ukuba baze kusinceda nxamnye notshaba endleleni, ngenxa yokuba sasithe kukumkani: “Isandla+ soThixo wethu siphezu kwabo bonke abo bamfunayo ngenxa yokulungileyo,+ kodwa amandla akhe nomsindo wakhe+ zinxamnye nabo bonke abo bamshiyayo.”+ 
 
-