Numeri 21:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 USirayeli wathumela abathunywa kuSihon+ ukumkani wama-Amori, esithi: Numeri 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke uSirayeli wamxabela ngohlangothi lwekrele+ waza walihlutha ilizwe lakhe+ ukususela eArnon+ kuse eYabhoki,+ kufuphi noonyana baka-Amoni; ngokuba iYazere+ ingumda woonyana baka-Amoni.+ Duteronomi 2:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Sazithimba zonke izixeko zakhe ngelo xesha saza satshabalalisa sixeko ngasinye,+ namadoda nabafazi nabantwana abancinane. Asishiyanga namnye osindileyo.
24 Ngoko ke uSirayeli wamxabela ngohlangothi lwekrele+ waza walihlutha ilizwe lakhe+ ukususela eArnon+ kuse eYabhoki,+ kufuphi noonyana baka-Amoni; ngokuba iYazere+ ingumda woonyana baka-Amoni.+
34 Sazithimba zonke izixeko zakhe ngelo xesha saza satshabalalisa sixeko ngasinye,+ namadoda nabafazi nabantwana abancinane. Asishiyanga namnye osindileyo.