Duteronomi 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ndathi ke kuni, ‘Nize ningothuki yaye ningaboyiki.+ Duteronomi 31:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+ Yoshuwa 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Andikuyalelanga na?+ Yiba nesibindi womelele. Musa ukothuka okanye unkwantye,+ kuba uYehova uThixo wakho unawe naphi na apho uya khona.”+ INdumiso 27:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Thembela ngoYehova;+ yiba nesibindi uze uvumele intliziyo yakho yomelele.+Ewe, thembela ngoYehova.+
6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+
9 Andikuyalelanga na?+ Yiba nesibindi womelele. Musa ukothuka okanye unkwantye,+ kuba uYehova uThixo wakho unawe naphi na apho uya khona.”+
14 Thembela ngoYehova;+ yiba nesibindi uze uvumele intliziyo yakho yomelele.+Ewe, thembela ngoYehova.+