Yoshuwa 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye uYoshuwa wenza uxolo kunye nawo+ wenza nomnqophiso kunye nawo ukuba awayeke ephila, kwaye izikhulu+ zendibano zafunga kuwo.+ Yoshuwa 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Nyukani nize kum nize nindincede sixabele iGibheyon, ngenxa yokuba yenze uxolo noYoshuwa noonyana bakaSirayeli.”+
15 Yaye uYoshuwa wenza uxolo kunye nawo+ wenza nomnqophiso kunye nawo ukuba awayeke ephila, kwaye izikhulu+ zendibano zafunga kuwo.+
4 “Nyukani nize kum nize nindincede sixabele iGibheyon, ngenxa yokuba yenze uxolo noYoshuwa noonyana bakaSirayeli.”+