Yoshuwa 18:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwaye wamiswa ngasemntla waza waphuma waya e-En-shemeshe waphuma waya eGeliloti, engaphambi kokunyuka kweAdumim;+ yaye wehla waya kwilitye+ likaBhohan+ unyana kaRubhen.
17 Kwaye wamiswa ngasemntla waza waphuma waya e-En-shemeshe waphuma waya eGeliloti, engaphambi kokunyuka kweAdumim;+ yaye wehla waya kwilitye+ likaBhohan+ unyana kaRubhen.