Numeri 14:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Ehla ama-Amaleki+ namaKanan awayehleli kuloo ntaba, abaxabela aza abachithachitha ukuya kufikelela eHorma.+ Duteronomi 1:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Aphuma ke ama-Amori ahlala kuloo ntaba anihlangabeza aza anisukela,+ axelisa iinyosi, anichithachitha kwaSehire ukuya kufikelela eHorma.+ Yoshuwa 19:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ne-Elitoladi+ neBhetuli neHorma, ABagwebi 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa uYuda wamatsha noSimeyon umntakwabo, yaye bawaxabela amaKanan awayengabemi baseTsefathi baza bayitshabalalisa.+ Ngenxa yoko eso sixeko sabizwa ngokuba yiHorma+ igama laso.
45 Ehla ama-Amaleki+ namaKanan awayehleli kuloo ntaba, abaxabela aza abachithachitha ukuya kufikelela eHorma.+
44 Aphuma ke ama-Amori ahlala kuloo ntaba anihlangabeza aza anisukela,+ axelisa iinyosi, anichithachitha kwaSehire ukuya kufikelela eHorma.+
17 Kodwa uYuda wamatsha noSimeyon umntakwabo, yaye bawaxabela amaKanan awayengabemi baseTsefathi baza bayitshabalalisa.+ Ngenxa yoko eso sixeko sabizwa ngokuba yiHorma+ igama laso.