Yoshuwa 24:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko bamngcwabela kummandla welifa lakhe eTimnati-sera,+ ekummandla weentaba wakwaEfrayim, kumntla weNtaba iGahashe.
30 Ngoko bamngcwabela kummandla welifa lakhe eTimnati-sera,+ ekummandla weentaba wakwaEfrayim, kumntla weNtaba iGahashe.