Eksodus 23:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba ingelosi yam yohamba phambi kwakho, ikufikise ngenene kuma-Amori namaHiti namaPerizi namaKanan namaHivi namaYebhusi, ndiwatshayele kuthi tu.+ ABagwebi 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaza ingelosi kaYehova+ yenyuka ivela eGiligali+ yaya eBhokim+ yaza yathi: “Ndaninyusa ndanikhupha eYiputa ndaza ndanizisa kwilizwe endafunga ngalo kookhokho benu.+ Ngapha koko, ndathi, ‘Andisayi kuze ndiwaphule umnqophiso wam kunye nani.+
23 Kuba ingelosi yam yohamba phambi kwakho, ikufikise ngenene kuma-Amori namaHiti namaPerizi namaKanan namaHivi namaYebhusi, ndiwatshayele kuthi tu.+
2 Yaza ingelosi kaYehova+ yenyuka ivela eGiligali+ yaya eBhokim+ yaza yathi: “Ndaninyusa ndanikhupha eYiputa ndaza ndanizisa kwilizwe endafunga ngalo kookhokho benu.+ Ngapha koko, ndathi, ‘Andisayi kuze ndiwaphule umnqophiso wam kunye nani.+