Levitikus 26:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘Kodwa ukuba nithe naqhubeka nihamba ngokuchasene nam naza anavuma ukundiphulaphula, ndiya kuzongeza kwakhona izibetho zam kuni izihlandlo ezisixhenxe ngokwezono zenu.+ Numeri 33:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 “‘Kambe ke, ukuba anibagxothanga abemi belo lizwe phambi kwenu,+ ngoko abo nibashiyileyo baya kusuka ngokuqinisekileyo babe njengezinto ezihlabayo emehlweni enu nameva emacaleni enu, banibandezele ngenene ezweni eniya kube nihleli kulo.+ Duteronomi 28:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Lodla isiqhamo sezilwanyana zakho zasekhaya nesiqhamo somhlaba wakho ude ubhubhe,+ lungakushiyeli kudla okuziinkozo, nawayini intsha, naoli, nathole lankomo yakho, nanzala yomhlambi wakho, lude lukutshabalalise.+
21 “‘Kodwa ukuba nithe naqhubeka nihamba ngokuchasene nam naza anavuma ukundiphulaphula, ndiya kuzongeza kwakhona izibetho zam kuni izihlandlo ezisixhenxe ngokwezono zenu.+
55 “‘Kambe ke, ukuba anibagxothanga abemi belo lizwe phambi kwenu,+ ngoko abo nibashiyileyo baya kusuka ngokuqinisekileyo babe njengezinto ezihlabayo emehlweni enu nameva emacaleni enu, banibandezele ngenene ezweni eniya kube nihleli kulo.+
51 Lodla isiqhamo sezilwanyana zakho zasekhaya nesiqhamo somhlaba wakho ude ubhubhe,+ lungakushiyeli kudla okuziinkozo, nawayini intsha, naoli, nathole lankomo yakho, nanzala yomhlambi wakho, lude lukutshabalalise.+