ABagwebi 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaza ingelosi kaYehova+ yenyuka ivela eGiligali+ yaya eBhokim+ yaza yathi: “Ndaninyusa ndanikhupha eYiputa ndaza ndanizisa kwilizwe endafunga ngalo kookhokho benu.+ Ngapha koko, ndathi, ‘Andisayi kuze ndiwaphule umnqophiso wam kunye nani.+
2 Yaza ingelosi kaYehova+ yenyuka ivela eGiligali+ yaya eBhokim+ yaza yathi: “Ndaninyusa ndanikhupha eYiputa ndaza ndanizisa kwilizwe endafunga ngalo kookhokho benu.+ Ngapha koko, ndathi, ‘Andisayi kuze ndiwaphule umnqophiso wam kunye nani.+