ABagwebi 8:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ekugqibeleni uGidiyon unyana kaYowashe wafa ekubudala obupheleleyo kwaye wangcwatywa kwindawo yokungcwaba kaYowashe uyise eOfra yama-Abhi-ezere.+ ABagwebi 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko waya endlwini kayise eOfra+ waza wababulala abantakwabo,+ oonyana bakaYerubhahali, amadoda angamashumi asixhenxe, elityeni elinye, kodwa uYotham unyana ongoyena mncinane kaYerubhahali wasala, ngenxa yokuba wazifihla.
32 Ekugqibeleni uGidiyon unyana kaYowashe wafa ekubudala obupheleleyo kwaye wangcwatywa kwindawo yokungcwaba kaYowashe uyise eOfra yama-Abhi-ezere.+
5 Emva koko waya endlwini kayise eOfra+ waza wababulala abantakwabo,+ oonyana bakaYerubhahali, amadoda angamashumi asixhenxe, elityeni elinye, kodwa uYotham unyana ongoyena mncinane kaYerubhahali wasala, ngenxa yokuba wazifihla.