ABagwebi 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko awuthabatha umphako wabantu ezandleni zabo, nezigodlo zabo,+ yaye wawandulula onke amadoda akwaSirayeli ngamnye waya ekhayeni lakhe; wagcina amadoda angamakhulu amathathu. Ke yona inkampu yakwaMidiyan, yayisezantsi kwakhe entilini.+ IMizekeliso 20:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Amacebo ayamiselwa ngokuqinileyo ngengcebiswano,+ yaye ngolwalathiso lobuchule qhuba nemfazwe yakho.+
8 Ngoko awuthabatha umphako wabantu ezandleni zabo, nezigodlo zabo,+ yaye wawandulula onke amadoda akwaSirayeli ngamnye waya ekhayeni lakhe; wagcina amadoda angamakhulu amathathu. Ke yona inkampu yakwaMidiyan, yayisezantsi kwakhe entilini.+
18 Amacebo ayamiselwa ngokuqinileyo ngengcebiswano,+ yaye ngolwalathiso lobuchule qhuba nemfazwe yakho.+