ABagwebi 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke kaloku uYehova wathi kuGidiyon: “Abantu onabo baninzi kakhulu ukuba ndinganikela uMidiyan esandleni sabo.+ Mhlawumbi uSirayeli angazigwagwisa+ nxamnye nam, esithi, ‘Ndazisindisa ngesandla sam.’+ IMizekeliso 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile. IMizekeliso 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ikratshi liphambi kokuwa,+ yaye umoya wekratshi uphambi kokukhubeka.+
2 Ke kaloku uYehova wathi kuGidiyon: “Abantu onabo baninzi kakhulu ukuba ndinganikela uMidiyan esandleni sabo.+ Mhlawumbi uSirayeli angazigwagwisa+ nxamnye nam, esithi, ‘Ndazisindisa ngesandla sam.’+
13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile.