Yoshuwa 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye abazange bawagxothe amaKanan+ awayehlala eGezere,+ yaye amaKanan aqhubeka ehlala phakathi koEfrayim kude kube namhla,+ enza umsebenzi wobukhoboka esebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+ Yoshuwa 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye oonyana bakaManase bangqineka bengakwazi ukuzithabatha zibe zezabo ezi zixeko,+ kodwa amaKanan azingisa ukuhlala kweli lizwe.+ ABagwebi 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye uYehova waqhubeka enoYuda, kangangokuba wawudla ilifa ummandla weentaba, kodwa akazange abahluthe ilizwe labo abemi ababesentilini, ngenxa yokuba babeneenqwelo zokulwa+ ezinamarhengqa amakhulu entsimbi.+
10 Kwaye abazange bawagxothe amaKanan+ awayehlala eGezere,+ yaye amaKanan aqhubeka ehlala phakathi koEfrayim kude kube namhla,+ enza umsebenzi wobukhoboka esebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+
12 Yaye oonyana bakaManase bangqineka bengakwazi ukuzithabatha zibe zezabo ezi zixeko,+ kodwa amaKanan azingisa ukuhlala kweli lizwe.+
19 Yaye uYehova waqhubeka enoYuda, kangangokuba wawudla ilifa ummandla weentaba, kodwa akazange abahluthe ilizwe labo abemi ababesentilini, ngenxa yokuba babeneenqwelo zokulwa+ ezinamarhengqa amakhulu entsimbi.+