IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 9:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Waza ke wathi:

      “Makaqalekiswe uKanan.+

      Abe lelona khoboka liphantsi kubantakwabo.”+

  • Yoshuwa 17:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye kwathi besakomelela oonyana bakaSirayeli,+ bawasebenzisa ngokuwaqhuba ngebhaxa amaKanan,+ yaye abazange bawahluthe ngokupheleleyo ilizwe lawo.+

  • 1 Kumkani 9:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 oonyana babo ababesele emva elizweni, abo bangazange bakwazi ukubatshabalalisa oonyana bakaSirayeli,+ uSolomon waqhubeka ebabizela ukuba basetyenziswe ngokuqhutywa ngebhaxa kumsebenzi wobukhoboka de kube namhla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share