1 Samuweli 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wandula ke uNahashe umAmoni wathi kuwo: “Ngalo mqathango ndiya kwenza umnqophiso nani, ngomqathango wokuba ndinikrukre+ nonke iliso lasekunene, yaye ndimele ndikubeke oko njengongcikivo phezu koSirayeli wonke.”+ 2 Kumkani 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+
2 Wandula ke uNahashe umAmoni wathi kuwo: “Ngalo mqathango ndiya kwenza umnqophiso nani, ngomqathango wokuba ndinikrukre+ nonke iliso lasekunene, yaye ndimele ndikubeke oko njengongcikivo phezu koSirayeli wonke.”+
7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+