Eksodus 28:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Bamele bayenze iefodi ngegolide, nangemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu, ngomchako omfusa nangelinen ecikizekileyo ephothiweyo, yalukwa.+ ABagwebi 8:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye uGidiyon wenza ngazo iefodi,+ wabonisa ngayo esixekweni sakhe iOfra;+ kwaye wonke uSirayeli waqalisa ukuba neentlobano zokuziphatha okubi nayo apho,+ kangangokuba yaba ngumgibe kuGidiyon nakwindlu yakhe.+
6 “Bamele bayenze iefodi ngegolide, nangemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu, ngomchako omfusa nangelinen ecikizekileyo ephothiweyo, yalukwa.+
27 Yaye uGidiyon wenza ngazo iefodi,+ wabonisa ngayo esixekweni sakhe iOfra;+ kwaye wonke uSirayeli waqalisa ukuba neentlobano zokuziphatha okubi nayo apho,+ kangangokuba yaba ngumgibe kuGidiyon nakwindlu yakhe.+