ABagwebi 18:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Emva koko oonyana bakaDan bazimisela umfanekiso oqingqiweyo;+ yaye uYonatan+ unyana kaGershom,+ unyana kaMoses, yena noonyana bakhe baba ngababingeleli kwisizwe sakwaDan de kwaba yimini yokuthinjwa kwelizwe.+
30 Emva koko oonyana bakaDan bazimisela umfanekiso oqingqiweyo;+ yaye uYonatan+ unyana kaGershom,+ unyana kaMoses, yena noonyana bakhe baba ngababingeleli kwisizwe sakwaDan de kwaba yimini yokuthinjwa kwelizwe.+