Rute 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye uRute wathi: “Musa ukundibongoza ukuba ndikushiye, ndijike ekukuphelekeni; kuba apho uya khona ndiya kuya, nalapho uchitha ubusuku khona ndiya kuchitha ubusuku.+ Abantu bakowenu baya kuba ngabantu basekhaya,+ noThixo wakho abe nguThixo wam.+ 1 Korinte 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 aluziphathi ngokungandilisekanga,+ alufuni ezalo izilangazelelo,+ alucaphuki.+ Alunanzondo.+
16 Yaye uRute wathi: “Musa ukundibongoza ukuba ndikushiye, ndijike ekukuphelekeni; kuba apho uya khona ndiya kuya, nalapho uchitha ubusuku khona ndiya kuchitha ubusuku.+ Abantu bakowenu baya kuba ngabantu basekhaya,+ noThixo wakho abe nguThixo wam.+