Rute 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UNahomi wathi kumolokazana wakhe: “Makasikelelwe nguYehova,+ ongabushiyanga ububele bakhe bothando+ kwabaphilayo nabafileyo.”+ Yaye uNahomi wahlabela mgama wathi kuye: “Le ndoda ihlobene nathi.+ Ngomnye wabahlawuleli bethu.”+ IMizekeliso 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Intliziyo yomntu wasemhlabeni isenokucinga ngendlela yakhe,+ kodwa nguYehova owalathisa amanyathelo akhe.+
20 UNahomi wathi kumolokazana wakhe: “Makasikelelwe nguYehova,+ ongabushiyanga ububele bakhe bothando+ kwabaphilayo nabafileyo.”+ Yaye uNahomi wahlabela mgama wathi kuye: “Le ndoda ihlobene nathi.+ Ngomnye wabahlawuleli bethu.”+
9 Intliziyo yomntu wasemhlabeni isenokucinga ngendlela yakhe,+ kodwa nguYehova owalathisa amanyathelo akhe.+