IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 29:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Uthe akuyiva uLabhan le ngxelo engoYakobi unyana wodade wabo, wabaleka ukuya kumhlangabeza.+ Wafika wamwola waza wamanga, wamzisa endlwini yakhe.+ Yena ke wambalisela uLabhan zonke ezi zinto.

  • Genesis 45:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Wabanga bonke abantakwabo waza walilela kubo,+ baza emva koko abantakwabo bathetha naye.

  • 1 Samuweli 10:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wandula ke uSamuweli wathabatha iselwa+ leoli wayigalela entlokweni yakhe, wamanga+ waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokeli+ phezu kwelifa lakhe?+

  • 2 Samuweli 19:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Ke kaloku bayiwela bonke abantu iYordan, nokumkani ngokwakhe wawela; kodwa ukumkani wamanga+ uBharzilayi waza wamsikelela,+ kwathi emva koko wabuyela yena endaweni yakhe.

  • IZenzo 20:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Eneneni, balila kakhulu bonke, yaye bawela entanyeni kaPawulos+ baza bamanga,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share