ABagwebi 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko uYifeta wabaleka wemka ngenxa yabantakwabo waza waya kuhlala kwilizwe lakwaTobhi.+ Kwaye amadoda angoongantweni aqhubeka ebuthelana ndawonye kuYifeta, yaye ayephuma naye.+ Mateyu 11:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yizani kum, nonke nina nibulalekayo nenisindwa ngumthwalo,+ yaye ndiza kunihlaziya.
3 Ngoko uYifeta wabaleka wemka ngenxa yabantakwabo waza waya kuhlala kwilizwe lakwaTobhi.+ Kwaye amadoda angoongantweni aqhubeka ebuthelana ndawonye kuYifeta, yaye ayephuma naye.+