- 
	                        
            
            1 Samuweli 22:17INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
 - 
                            
- 
                                        
17 Waza ukumkani wathi kwiimbaleki+ zakhe ezazimi ngakuye: “Jikani nize nibabulale ababingeleli bakaYehova, ngenxa yokuba nesabo isandla sinoDavide nangenxa yokuba babesazi ukuba ungobalekayo baza abayityhilela indlebe yam!”+ Abakhonzi ke bakakumkani abazange bafune ukolula isandla sabo ukuze bahlasele ababingeleli bakaYehova.+
 
 - 
                                        
 
- 
	                        
            
            INdumiso 54:umbhalo osemantlaINguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
 - 
                            
- 
                                        
Kumalathisi wemirhubhe. IMaskili. EkaDavide. Xa amaZifi afikayo aza athi kuSawule: “Ngaba uDavide akazifihlanga kuthi?”+
 
 -