Eksodus 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa wathi uFaro: “Ngubani na uYehova,+ ukuba ndingade ndithobele ilizwi lakhe lokuba ndimndulule uSirayeli?+ Andimazi konke konke uYehova+ yaye, ngaphezu koko, andiyi kumndulula uSirayeli.”+ INdumiso 123:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umphefumlo wethu wanele kakhulu kukugculelwa ngabo bahleli ngokukhululeka,+Kukudelwa ngabo bakhukhumeleyo.+
2 Kodwa wathi uFaro: “Ngubani na uYehova,+ ukuba ndingade ndithobele ilizwi lakhe lokuba ndimndulule uSirayeli?+ Andimazi konke konke uYehova+ yaye, ngaphezu koko, andiyi kumndulula uSirayeli.”+
4 Umphefumlo wethu wanele kakhulu kukugculelwa ngabo bahleli ngokukhululeka,+Kukudelwa ngabo bakhukhumeleyo.+