IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 21:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ke nabani na ovingca indlebe yakhe kwisikhalo esimangalayo sesisweli,+ naye uya kukhala aze angaphendulwa.+

  • INtshumayeli 9:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwaza kwafunyanwa kuso umntu, osweleyo kodwa esisilumko, waza wasisindisa isixeko ngobulumko bakhe.+ Kodwa akukho mntu wamkhumbulayo loo mntu usweleyo.+

  • Isaya 32:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 ngenxa yokuba lowo ungenangqiqo uya kuthetha izinto zokungabi nangqiqo,+ nentliziyo yakhe iya kusebenza okwenzakalisayo,+ ukuze isebenze uwexuko+ nokuthetha into etenxileyo ngoYehova, ukuze ibangele umphefumlo wolambileyo uhambe ulambatha,+ yaye ubangela nonxaniweyo ahambe engenanto yokusela.

  • Luka 6:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Ziqheliseni ukupha, yaye abantu baya kunipha.+ Baya kugalela kumasondo eengubo zenu umlinganiselo omhle, ohlohliweyo, ohlukuhliweyo nophuphumayo. Kuba ngomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.”+

  • Yakobi 2:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 aze omnye kuni athi kubo: “Hambani ngoxolo, nifudumale, nihluthe,” kodwa ningabaniki izinto abazisweleyo, kunceda ngantoni oko?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share