Genesis 19:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko wathi kuye: “Yabona, ndinolwazelelelo ngawe ukusa nakweli nqanaba,+ ngokungasibhukuqi isixeko eso uthethe ngaso.+ IMizekeliso 28:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Owohlwaya umntu+ uya kuthi emva koko akholeke ngakumbi kunalowo unkwalambisayo ngolwimi lwakhe.
21 Ngoko wathi kuye: “Yabona, ndinolwazelelelo ngawe ukusa nakweli nqanaba,+ ngokungasibhukuqi isixeko eso uthethe ngaso.+