2 Samuweli 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ekugqibeleni uAbhishayi unyana kaTseruya+ wathi kukumkani: “Kutheni na le nja ifileyo+ ukuba iqalekise inkosi yam ukumkani?+ Makhe ndiwele, ndiyacela, ndize ndiyisuse intloko.”+ 2 Samuweli 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaye ukumkani wahlabela mgama wayalela uYowabhi noAbhishayi noItayi, esithi: “Niqhubane ngothantamiso+ nomfana uAbhisalom ngenxa yam.” Nabo bonke abantu beva xa ukumkani wayeyalela zonke iintloko ngombandela ka-Abhisalom.
9 Ekugqibeleni uAbhishayi unyana kaTseruya+ wathi kukumkani: “Kutheni na le nja ifileyo+ ukuba iqalekise inkosi yam ukumkani?+ Makhe ndiwele, ndiyacela, ndize ndiyisuse intloko.”+
5 Kwaye ukumkani wahlabela mgama wayalela uYowabhi noAbhishayi noItayi, esithi: “Niqhubane ngothantamiso+ nomfana uAbhisalom ngenxa yam.” Nabo bonke abantu beva xa ukumkani wayeyalela zonke iintloko ngombandela ka-Abhisalom.