Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Duteronomi 26:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 NoYehova, namhlanje ukubangele wathi uya kuba sisizwana sakhe, inqobo kuye,+ kanye njengoko wakuthembisayo,+ nokuthi uya kuyigcina yonke imiyalelo yakhe, Duteronomi 32:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba isabelo sikaYehova ngabantu bakhe;+UYakobi yinxalenye yelifa lakhe.+ 2 Samuweli 20:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ndimela abaseluxolweni+ nabathembekileyo+ kwaSirayeli. Ufuna ukubulala isixeko+ nonina kaSirayeli. Kutheni na ufuna ukuliginya+ liphele ilifa+ likaYehova?” INdumiso 135:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba uYa uzinyulele uYakobi kanye,+USirayeli ukuba abe yinqobo kuye.+
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
18 NoYehova, namhlanje ukubangele wathi uya kuba sisizwana sakhe, inqobo kuye,+ kanye njengoko wakuthembisayo,+ nokuthi uya kuyigcina yonke imiyalelo yakhe,
19 Ndimela abaseluxolweni+ nabathembekileyo+ kwaSirayeli. Ufuna ukubulala isixeko+ nonina kaSirayeli. Kutheni na ufuna ukuliginya+ liphele ilifa+ likaYehova?”