1 Samuweli 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku uSamuweli yena wayefile, yaye wonke uSirayeli wayemenzele isijwili waza wamngcwaba eRama kwisixeko sakowabo.+ Ke yena uSawule, wayebashenxisile kulo ilizwe abaneshologu nabaxeli-ziganeko kwangaphambili abaziinkunkqele.+ INdumiso 146:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uyaphuma umoya wakhe,+ abuyele yena emhlabeni wakhe;+Ngaloo mini ziyatshabalala iingcamango zakhe.+ INtshumayeli 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+ 2 Korinte 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 phakathi kwabo uthixo wale nkqubo yezinto+ aye wamfamekisa iingqondo zabangakholwayo,+ ukuze ukhanyiso+ lweendaba ezilungileyo+ ezizukileyo ezingoKRISTU, ongumfanekiso+ kaThixo, lungakhanyi.+ 2 Korinte 11:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye akumangalisi oko, kuba noSathana ngokwakhe uzimilisa okwengelosi yokukhanya.+
3 Ke kaloku uSamuweli yena wayefile, yaye wonke uSirayeli wayemenzele isijwili waza wamngcwaba eRama kwisixeko sakowabo.+ Ke yena uSawule, wayebashenxisile kulo ilizwe abaneshologu nabaxeli-ziganeko kwangaphambili abaziinkunkqele.+
4 Uyaphuma umoya wakhe,+ abuyele yena emhlabeni wakhe;+Ngaloo mini ziyatshabalala iingcamango zakhe.+
5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+
4 phakathi kwabo uthixo wale nkqubo yezinto+ aye wamfamekisa iingqondo zabangakholwayo,+ ukuze ukhanyiso+ lweendaba ezilungileyo+ ezizukileyo ezingoKRISTU, ongumfanekiso+ kaThixo, lungakhanyi.+