INdumiso 37:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 UYehova uwalungisile amanyathelo endoda eyomeleleyo,+Yaye uyayoliswa yindlela yayo.+ IMizekeliso 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Intliziyo yomntu wasemhlabeni isenokucinga ngendlela yakhe,+ kodwa nguYehova owalathisa amanyathelo akhe.+ IMizekeliso 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Intliziyo yokumkani injengomsinga wamanzi esandleni sikaYehova.+ Uyisa apho athanda ukuyisa khona.+ Yeremiya 10:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ndazi kakuhle, Yehova, ukuba ayikho semntwini wasemhlabeni indlela yakhe. Asikokomntu ohambayo ukwalathisa inyathelo lakhe.+ 2 Petros 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+
9 Intliziyo yomntu wasemhlabeni isenokucinga ngendlela yakhe,+ kodwa nguYehova owalathisa amanyathelo akhe.+
21 Intliziyo yokumkani injengomsinga wamanzi esandleni sikaYehova.+ Uyisa apho athanda ukuyisa khona.+
23 Ndazi kakuhle, Yehova, ukuba ayikho semntwini wasemhlabeni indlela yakhe. Asikokomntu ohambayo ukwalathisa inyathelo lakhe.+
9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+