Genesis 36:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 UTimna+ ebelishweshwe likaElifazi, unyana kaEsawu. Ekuhambeni kwexesha wamzalela uElifazi uAmaleki.+ Ngoonyana baka-Ada ke abo, umfazi kaEsawu. Eksodus 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wathi ke uYehova kuMoses: “Kubhale oku kube sisikhumbuzo encwadini+ uze ukuvakalise ezindlebeni zikaYoshuwa uthi, ‘Ndiya kumsusa ngokupheleleyo angabi sakhunjulwa uAmaleki phantsi kwamazulu.’”+ 1 Samuweli 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Utsho uYehova wemikhosi+ ukuthi, ‘Ndimele ndiphendulise+ ngoko uAmaleki wakwenza kuSirayeli xa wazimisa nxamnye naye endleleni ekunyukeni kwakhe ephuma eYiputa.+ 1 Samuweli 27:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Waza uDavide wenyuka namadoda akhe ukuze bahlasele amaGeshure+ namaGirzi nama-Amaleki;+ kuba ayengabemi belizwe elalisusela kwaTelam+ liye kufikelela eShure+ kude kuse kwilizwe laseYiputa.
12 UTimna+ ebelishweshwe likaElifazi, unyana kaEsawu. Ekuhambeni kwexesha wamzalela uElifazi uAmaleki.+ Ngoonyana baka-Ada ke abo, umfazi kaEsawu.
14 Wathi ke uYehova kuMoses: “Kubhale oku kube sisikhumbuzo encwadini+ uze ukuvakalise ezindlebeni zikaYoshuwa uthi, ‘Ndiya kumsusa ngokupheleleyo angabi sakhunjulwa uAmaleki phantsi kwamazulu.’”+
2 Utsho uYehova wemikhosi+ ukuthi, ‘Ndimele ndiphendulise+ ngoko uAmaleki wakwenza kuSirayeli xa wazimisa nxamnye naye endleleni ekunyukeni kwakhe ephuma eYiputa.+
8 Waza uDavide wenyuka namadoda akhe ukuze bahlasele amaGeshure+ namaGirzi nama-Amaleki;+ kuba ayengabemi belizwe elalisusela kwaTelam+ liye kufikelela eShure+ kude kuse kwilizwe laseYiputa.