Genesis 30:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ke kaloku akubona uRakeli ukuba akamzalelanga nto uYakobi, uRakeli wamkhweletela udade wabo waza wathi kuYakobi:+ “Ndinike abantwana, kungenjalo ndiya kuba ngofileyo.”+
30 Ke kaloku akubona uRakeli ukuba akamzalelanga nto uYakobi, uRakeli wamkhweletela udade wabo waza wathi kuYakobi:+ “Ndinike abantwana, kungenjalo ndiya kuba ngofileyo.”+